Exodus 38:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Neziliwaka linamakulu asixe̔nxe enamashumi asixe̔nxe enantlanu ishekele, wenza ngazo amagwegwe entsika, wazaleka intloko zazo, wazenzela intonga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngeeshekele eziliwaka elinamakhulu asixhenxe anamanci asixhenxe anantlanu, wenza amagwegwe eentsika, wawaleka amantloko azo, wenza iminqiwu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngeeshekele eziliwaka elinamakhulu asixhenxe anamanci asixhenxe anesihlanu, wenza iintsika, wawagubungela amantloko azo, wazalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona amashumi amathathu eekhilogram aseleyo esiliva uBhezaleli wenza ngawo imiqadi, amahaki eentsika, nokutyatyekwa kweentloko zazo.