Exodus 4:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Mosesi wati: Kodwa, bona ke, abayi kukolwa ndim, abayi kupulapula ilizwi lam kanjalo: ngokuba beya kuti: Akabonakalanga kuwe uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uMoses wathi, Uyabona, abayi kukholwa ndim, abayi kuliphulaphula izwi lam; kuba baya kuthi, UYehova akabonakalanga kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uMoses wathi, Abakholwa ndim, abaliphulaphula izwi lam; kuba bebesithi, uYehova akazibonakalisi kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis waphendula wathi: “Ndiya kuthini ke ukuba abakholwa yile nto ndiyithethayo? Xa besithi: ‘Hayi, *uNdikhoyo khange abonakale kuwe.’ ”