Exodus 4:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova esiti kuye: Ngubanina omenzele umntu umlomo? ngubanina owenza isidenge, nesitulu, nobonayo, nemfama? asi ndim Yehova yinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuye, Ngubani na obeke umlomo emntwini?Ngubani na owenze isidenge, nesithulu, nobonayo, nemfama?Asindim na, mna Yehova?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuye, Ngubani na obeke umlomo emntwini? Ngubani na osisimumu okanye osisithulu okanye obonayo okanye oyimfama? Andinayo na iNkosi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wathi kuye: “Kanti ngubani owenza umntu akwazi ukuthetha; ingubani omenza angakwazi, okanye abe sisithulu? Ngubani omenza abone, okanye abe yimfama? Asindim na, mna Ndikhoyo?