Exodus 4:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kuteta kuye, ubeke amazwi emlonyeni wake; ndoti mna ndibe kunye nomlomo wako, nakunye nomlomo wake, ndinifundise oko niya kwenza kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wothetha kuye, ubeke amazwi emlonyeni wakhe; mna ndoba nomlomo wakho nomlomo wakhe, ndinibonise into eniya kuyenza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha naye, ubeke amazwi emlonyeni wakhe; mna ndoba nomlomo wakho nomlomo wakhe, ndinibonise into eniya kuyenza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena ke uya kubhekisa kuye, abe ngumlomo wakho. Mna ndiya kuninceda nobabini ekuthetheni, ndinazise emanikwenze.