Exodus 4:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wati uyehova ku‐Mosesi e‐Midiyane: Hamba, ubuyele e‐Jipete; ngokuba selefile onke lomadoda abefuna ubomi bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wathi kuMoses kwaMidiyan, Hamba ubuyele eYiputa;kuba afile onke amadoda abezonda ubomi bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses kwaMidiyan, Buyela eYiputa; kuba afile onke amadoda abeza kukubulala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo ke wathetha noMosis kwalapho eMidiyan, wathi: “Hamba uphindele eJiputa, kuba abantu ababezungula ubomi bakho abasekho.”