Exodus 4:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Enditi kuwe: Mndulule unyana wam, ukuze andikonze: ukuba kanti uyala ukumndulula, bona ke, ndiya kubulala unyana wako, kwa owamazibulo wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndithi kuwe, Mndulule unyana wam lowo, andikhonze; walile nje ukumndulula, uyabona, ndombulala unyana wakho, amazibulo akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ndithi kuni: Myeke unyana wam, makandikhonze; ukuba uthe akwavuma ukumkhulula, uyabona, ndombulala unyana wakho wamazibulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngoko ke mkhulule aye kundikhonza; kuba ukuba ngaba uyala, ndiya kubulala unyana wakho wamazibulo. ’ ”