Exodus 4:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wahamba u‐Mosesi no‐Arone, baya bahlanganisa bonke abadala bosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahamba uMoses noAron, bawahlanganisa onke amadoda amakhulu oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahamba uMoses noAron, bawabiza onke amadoda amakhulu oonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahamba bobabini ke, bafika bawaqokelela amadoda amakhulu akwaSirayeli.