Exodus 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kwenje njalo ke, ukuze bakolwe ukuba ubonakele kuwe uyehova, utixo woyise babo, utixo ka‐Abrahame, utixo ka‐Yisake, notixo ka‐Yakobi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bakholwe ukuba uYehova, uThixo wooyise, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi, ubonakele kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bakholwe ukuba uYehova, uThixo wooyise, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi, ubonakele kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uNdikhoyo wathi: “Uya kwenjenjalo ke ukuze amaSirayeli aqonde ukuba ubonene noNdikhoyo uThixo wookhokho bawo: uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake, uThixo kaYakobi.”