Exodus 4:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, ukuba abakolwa nguwe, nokuba abapulapuli ilizwi lowokuqala umqondiso, bokolwa lilizwi lomqondiso wasemva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, ukuba abathanga bakholwe nguwe, abaliphulaphula izwi lowokuqala umqondiso, bakholwe lilizwi lomqondiso wamva.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kothi, ukuba abakholwa kuni, nokuba bathe baliva ilizwi lomqondiso wokuqala, bakholwe lilizwi lomqondiso wokugqibela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhuba wathi uNdikhoyo kuye: “Ukuba abakholwanga ngumqondiso wokuqala, noko baya kwanela ngulo wesibini.