Exodus 40:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wauya kutambisa bona, njengokutambisa kwako uyise wabo, ukuba bandikonze ngobuperisite: ngokuba okunene ukutanjiswa kwabo kwoba kokwobuperisite obungunapakade kubo ngezizukulwana zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ubathambise njengoko wamthambisayo uyise, ukuze babe ngababingeleli kum; kuthi ukuthanjiswa kwabo kube kokobubingeleli obungunaphakade kubo, kwizizukulwana zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabathambisa njengoko wamthambisayo uyise, ukuze babe ngababingeleli bam; ngokuba ukuthanjiswa kwabo kuya kuba kokobubingeleli obungunaphakade kubo kwizizukulwana zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwanjengoyise nabo bathambise, ubamisele ebubingelelini. Ewe, ngokubathambisa uya kuba ubamisela ukuba babe ngababingeleli bona nazo zonke izizukulwana zabo.”