Exodus 40:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati ngenyanga yokuqala, ngomnyaka wesibini, ngowokuqala umhla wenyanga, kwapakanyiswa itabanakele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ngenyanga yokuqala ngomnyaka wesibini, ngolokuqala enyangeni leyo, wamiswa umnquba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenyanga yokuqala ngomnyaka wesibini, ngolokuqala enyangeni leyo, wamiswa umnquba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke kwathi ngomhla wokuqala, kwinyanga yokuqala, ngonyaka wesibini bemkayo eJiputa, samiselwa isibingelelo.