Exodus 40:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Mosesi wapakamisa itabanakele, wabeka iziseko zayo, wamisa iplanke zayo, wafaka imivalo yayo, wapakamisa intsika zayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawumisa ke uMoses umnquba, wazibeka iziseko zawo, wazimisa iiplanga zawo, wayifaka imivalo yawo, wazimisa iintsika zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawumisa ke uMoses umnquba, wazimisa izixhaso zawo, wazimisa iintsika zawo, wayifaka imiqadi yawo, wazimisa iintsika zawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumisa kukaMosis isibingelelo wenjenje: wazimisa iziseko eendaweni zazo, wazimisa izakhelo zaso, wafaka imiqadi, wamisa neentsika.