Exodus 40:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati kwakunyuswa ilifu kuyo itabanakele, lwaza lwahamba usapo luka‐Sirayeli kuzo zonke ihambo zalo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Belisithi lakunyuswa lisuswe ilifu emnqubeni, banduluke oonyana bakaSirayeli, benjenjalo ekundulukeni kwabo konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Belisithi lakuvuka ilifu phezu komnquba, banduluke oonyana bakaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kolu hambo lwawo ke amaSirayeli ayesithi apho lisuke khona ilifu esibingelelweni athabathise eluhambeni kwakhona.