Exodus 40:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa xeshekweni ilifu linganyuswanga, lwaza alwahamba kwada kwayimini yokunyuswa kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke xa ilifu belingekanyuswa, bebenganduluki kude kube yimini yokunyuswa kwalo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke xa ilifu belingekanyuswa, bebenganduluki kude kube yimini yokunyuka kwalo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke ayelinda anganduluki xa lisafukamile ilifu elo.