Exodus 5:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hambani nina, niye kuzitabatela inca apo ningayifumana kona; kodwa akuyi kuncitshiswa nento enkonzweni yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yiyani nina, nizithabathele umququ apho ningawufumana khona; kuba akuyi kuncitshiswa nto emsebenzini wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hamba uye kuthabatha inqwelo yakho apho ungayifumana khona; kodwa akuyi kuncitshiswa namnye umsebenzi wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
koko noyichola-chola ngokwenu naphi na apho ninokuyizuza khona; kambe ke lona inani lezitena akufuneki lihle nakancinci.”