Exodus 5:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hambani ke kaloku, nisebenze; ngokuba ningayi kunikwa inca; kodwa inani lezitene niya kunikela lona noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyani ke ngoku, nisebenze; aniyi kunikwa mququ; ke lona inani lezitena niya kulirhola.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyani ngoku, nisebenze; kuba aniyi kunikwa trowel, nonika inani lezitena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hambani nimk' apha! Emsebenzini! Anizukunikwa nangca apha, ibe ke zona izitena enimiselwe ukuba nizenze soze ziwe phantsi.”