Exodus 5:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati u‐Faro: Ungubanina uyehova, okokuba ndipulapule ilizwi lake ukubandulula o‐Sirayeli? uyehova andimazi, no‐Sirayeli andiyi kubandulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uFaro, Ngubani na uYehova, ukuba ndiphulaphule izwi lakhe, lokuba ndindulule uSirayeli? Andimazi uYehova, kananjalo andiyi kumndulula uSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uFaro, Ngubani na uYehova, ukuba ndiphulaphule izwi lakhe, ndibakhulule oonyana bakaSirayeli? uYehova andimazi, kwaye andiyi kumndulula uSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani ke yena waphendula wathi: “Kanti kuxa engubani uNdikhoyo ukuba ndingade ndimthobele ndiwakhulule amaSirayeli? Hayi bo! Andazani naye mna; ngoko ke amaSirayeli àkahamb' apha.”