Exodus 5:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kwa kuseloko ndafikayo ku‐Faro, ukuza kuteta egameni lako, ubapete kakubi yena ababantu; kanjalo akusindisanga abantu bako nakanye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kususela koko ndangenayo kuFaro, ndithetha egameni lakho, yena ubaphethe kakubi aba bantu; akubahlangulanga nokubahlangula abantu bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kususela koko ndangenayo kuFaro, ndithetha egameni lakho, ulutshabalalisile olu hlanga; kwaye akubasindisanga konke konke abantu bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba ke oko ndaya kuthetha nokumkani ngenxa yakho, wabaphatha gadalala, ibe ke nawe awubahlanguli konke.”