Exodus 5:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bati: Utixo wama‐Hebere uhlangene nati; makesiye ngoko ihambo yemihla ibe mitatu entlango, ukuya kubingela uyehova, utixo wetu, hleze asiwele ngesifo esibubisayo, umhlaumbi ngesiṙele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi ke, UThixo wamaHebhere uhlangene nathi; makhe sihambe entlango uhambo lweentsuku ezintathu, sibingelele kuYehova uThixo wethu, hleze asiqwele ngendyikitya yokufa nangekrele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ke bona, uThixo wamaHebhere uhlangene nathi; masiye entlango uhambo lweentsuku ezintathu, sibingelele kuYehova uThixo wethu; hleze asiqwele ngesibetho, nokuba likrele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona bathi: “Sibonene naye uThixo wamaHebhere. Siyakubongoza ke ngoko ukuba usivumele sithathe uhambo lweentsuku ezintathu, siye entlango, siyokwenzela uNdikhoyo uThixo wethu idini; kungenjalo úya kusihlasela ngezibetho okanye ngekrele.”