Exodus 5:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa inani lezitene, babefudula besenza lona pambili, niya kulibeka pezu kwabo noko; aniyi kuncipisa nto kulo: ngokuba benqena; kungoko bakalayo, besiti: Masihambe siye kubingela utixo wetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nenani ababelenza njengokwangaphambili, bamiseleni lona; ize ningalinciphisi, kuba bayahiliza; kuko le nto bakhalayo, besithi, Masiye kubingelela kuThixo wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ibali lezitena abazenzayo unangoku, yibekeni phezu kwalo; ize ninganciphisi nanye kuzo, ngokuba ziceliwe; ngenxa yoko babiza, besithi, Masiye kubingelela kuThixo wethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa lona inani lezitena abazenzayo lingabi ngaphantsi nakancinci kwelesiqhelo, kuba bangenwe bubuvila, yiyo le nto sebekhala ngokuya kubingelela kuThixo wabo.