Exodus 6:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Simone; u‐Jemuweli, no‐Yamine, no‐Ohadi, no‐Yakine, no‐Tsohare, no‐Saule unyana wom‐Kananekazi: zizo ezi izizalwane zika‐Simone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaSimon nguYemuweli, noYamin, no-Ohadi, noYakin, noTsohare, noSawule, unyana womKananekazi; yiyo leyo imizalwane yakwaSimon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSimon nguYemuweli, noYamin, no-Ohadi, noYagin, noTsohare, noSawule, unyana womKananekazi; Ngabo abo oonyana bakaSimon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaSimon nguJemuweli, noJamin, no-Ohadi, noJakin, noZoware, kunye noShawule unyana womKananakazi. Ezi ke zizindlu zakwaSimon.