Exodus 6:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Kohati; u‐Hamerame, no‐Yitsare, no‐Hebrone, no‐Huziyeli: iminyaka yokuhlala kuka‐Kohati ibiyiminyaka elikulu linamashumi matatu anesitatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaKehati nguAmram, noItsare, noHebron, noUziyeli.Iminyaka yobudala bukaKehati yayiyiminyaka elikhulu elinamanci mathathu anamithathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaKehati nguAmram, noItsare, noHebron, noUziyeli; iminyaka yobomi bukaKehati yaba yiminyaka elikhulu elinamanci mathathu anamithathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaKohati nguAmram, noIzare, noHebron, noUziyeli. Ke yena uKohati wahlala iminyaka elikhulu elinamashumi amathathu anantathu.