Exodus 6:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Merari; u‐Mahali no‐Mushi. Ezi zizizalwane zika‐Levi ngezizukulwana zazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaMerari nguMaheli, noMushi; yiyo leyo imizalwane yakwaLevi ngenzala yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaMerari nguMahali noMushi; yiyo leyo imizalwane yakwaLevi ngokwemizalwane yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaMerari nguMalin Mushi. Ezi ke zizindlu zakwaLevi ngokokuzana kwazo.