Exodus 6:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ndilumisile ucebano lwam nabo, lwokuba ndibape ilizwe le‐Kanane, ilizwe lokupambukela kwabo, elo babengabasemzini kulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ndawumisa nabo umnqophiso wam wokuba ndibanike ilizwe lakwaKanan, ilizwe lokuphambukela kwabo abaphambukela kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo ndawumisa nabo umnqophiso wam wokuba ndibanike ilizwe lakwaKanan, ilizwe lokuphambukela kwabo abaphambukela kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu koko ndênza umnqophiso nabo, ndathi ndobanika ilizwe laseKanana, apho boma khona baxhwarhe okwabahambi.