Exodus 6:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndoti kanjalo ndinitabate nibe ngabantu kum, ndize mna ndibe ngutixo kuni; naniya kukwazi ukuba ndi nguyehova, utixo wenu, onipumisayo kwa pantsi kwemitwalo yama‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndinithabathe nibe ngabantu bam, ndibe nguThixo wenu; nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu, onikhuphayo phantsi kwemithwalo yamaYiputa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kunithabatha nibe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu; nazi ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi kwemithwalo yamaYiputa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kunenza abantu bam, mna ndibe nguThixo wenu. Nani ke niya kuqonda ukuba mna Ndikhoyo ndinguThixo wenu onikhulule ebukhobokeni eJiputa.