Exodus 7:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba zibe ziposa pantsi ezinye ngezinye intonga zazo, zaza zaba zinyoka; koko isuke intonga ka‐Arone yaginya intonga zazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elowo waphosa phantsi intonga yakhe, yaba yinyoka; yasuka intonga ka-Aron yaziginya iintonga zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elowo waphosa intonga yakhe emhlabeni, yaba yinyoka; yasuka intonga ka-Aron yayidla intonga yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, baziphosa phantsi, yayileyo yajika yaba yinyoka; koko ke yona eka-Aron yasuka yaziginya zonke.