Exodus 7:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yiya ku‐Farokwakusa; bona ke, wopuma ukuya emanzini; wauya kuma malungana naye elunxwemeni lwomlambo; nentonga ebiguqulwa yaba yinyoka uya kuyipata esandleni sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiya kuFaro kusasa, nanko ephuma esiya emanzini. Uze ume elunxwemeni lomlambo malunga naye; intonga eyaguqukayo yaba yinyoka yiphathe esandleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiya kuFaro kusasa; nanko ephuma esiya emanzini; ume eludinini lomlambo ekufikeni kwayo; intonga eyaba yinyoka yiphathe esandleni sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, phumani kusasa xa aya emlanjeni, niyokumlindela elunxwemeni lomlambo, niphethe laa nduku yayijike yaba yinyoka.