Exodus 7:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utsho uyehova ukuti: Ngako oku uya kukwazi okokuba ndi nguyehova; bona ke, ndiya kubeta ngentonga esesandleni sam pezu kwamanzi asemlanjeni, aeya kuguqulwa abe ligazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova ukuthi, Uya kwazi ngale nto ke ukuba ndinguYehova. Yabona, ndiya kubetha ngentonga esesandleni sam emanzini omlambo, aguqulwe abe ligazi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Utsho uYehova ukuthi, Uya kwazi ngale nto ke ukuba ndinguYehova: yabona, ndiwabetha amanzi oMlambo umNayile ngesandla sam, abe ligazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke uNdikhoyo uthi: “Nantsi ke into eza kukwenza ukuba uqonde ukuba mna ndinguNdikhoyo” – la manzi omlambo iNayile ndiza kuwabetha ngale nduku isesandleni sam, atsho ajike abe ligazi.