Exodus 7:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza onke ama‐Jipete embela amanzi okusela ezindaweni ezingqongayo umlambo; ngokuba ebekohlwa ukusela amanzi omlambo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onke amaYiputa emba amanzi okusela ngeenxa zonke emlanjeni;kuba ebengenakuwasela amanzi omlambo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Onke amaYiputa emba amanzi okusela ngeenxa zonke emlanjeni; ngokuba ebengenakuwasela amanzi omlambo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaJiputa wona azigrumbela amanzi apho kufuphi nomlambo, kuba la omlambo ayengaseleki.