Exodus 7:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aeya kukwazi ama‐Jipete okokuba ndi nguyehova, ekwoluleni kwam isandla sam pezu kwe‐Jipete, nasekukupeni kwam usapo luka‐Sirayeli pakati kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
azi amaYiputa, ekusoluleni kwam isandla sam phezu kweYiputa, ukuba ndinguYehova; ndibakhuphe oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
azi amaYiputa, ekusoluleni kwam isandla sam phezu kweYiputa, ukuba ndinguYehova, ndibakhuphe oonyana bakaSirayeli phakathi kwawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Igunya endiya kuwakhupha ngalo amaSirayeli eJiputa liya kubetha aqonde amaJiputa ukuba ndinguNdikhoyo.”