Exodus 8:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WABUYA wati uyehova ku‐Mosesi: Yiya ku‐Faro, uti kuye: Utsho uyehova ukuti: Bandulule abantu bam, ukuze bandikonze.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro, uthi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro, uthethe naye, uthi, Utsho uYehova ukuthi, Bandulule abantu bam, bahambe baye kundikhonza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wathetha noMosis, wathi: “Yiya kukumkani, uthi ndithi kuye: ‘Khulula abantu bam baye kundinqula.