Exodus 8:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zenje njalo nencibi ngento zobugqi bazo, ukuba zivelise intwala; koko zakohlwayo: kwaza kwabako intwala pezu kwabantu napezu kwenkomo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zenjenjalo nezazi ngobugqi bazo, ukuba zivelise iingcongconi, azaba nako. Kwakho iingcongconi ebantwini nasezinkomeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oogqirha benza okufanayo ngomlingo wabo ukuvelisa iingcongconi, kodwa abazange bakwazi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athe ke amaqili aseJiputa, akuzama ukwenza kwaloo nto, suka azavela iimbuzane. Kambe ke zaphithizela iimbuzane kulo lonke, zahlasela umntu kwakunye nesilwanyana.