Exodus 8:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba xeshekweni ungandululi abantu bam, bona ke, ndiya kutuma izibau zibe pezu kwako, napezu kwezicaka zako, napezu kwabantu bako, nasezindlwini zako; zide zizale izindlu zama‐Jipete zizibau, kwa nomhlaba apezu kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye ukuba uthe akwabandulula abantu bam, yabona, ndithuma izibawu kuwe, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, nasezindlwini zakho, zizale izindlu zamaYiputa zizibawu, nomhlaba akuwo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenjalo, ukuba uthe akwabandulula abantu bam, yabona, ndothumela iingonyama kuwe, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, nezindlu zakho; izindlu zamaYiputa ziya kuzala ziimbovane, nelizwe abakulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
okanye xa ungayenzi loo nto, ndiya kukuthumela ngamabubu eempukane, zikuhlasele wena namaphakathi akho, nabantu bakho. Ziya kuzalisa ezindlwini zakho, nakwezabantu bakho, nakuwo wonke umhlaba waseJiputa.