Exodus 8:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kulahlula ngalomini ilizwe le‐Goshene, abemi kulo abantu bam, ukuba zingabiko kona izibau; ukuze ukwazi okokuba mna ndi nguyehova pakati kwomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndilibalule ngaloo mini lona ilizwe laseGoshen, abemi kulo abantu bam, kungabikho zibawu khona, ukuze wazi ukuba ndinguYehova phakathi kwelizwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kulitshabalalisa ngaloo mini ilizwe laseGoshen, abemi kulo abantu bam, kungabikho baneqhenqa; wazi ukuba ndinguYehova phakathi kwehlabathi kude kuse ekupheleni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke eGoshen, apho kukho abantu bam, aziyi kubakho, khon' ukuze uqonde ukuba mna Ndikhoyo ndikho apha kweli lizwe.