Exodus 8:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Faro: Ndonindulula ke, ukuba niye kubingela uyehova, utixo wenu, entlango; kodwa musani ukuya kude kakulu: nditandazeleni ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uFaro, Ndiya kunindulula nina, niye kubingelela kuYehova uThixo wenu entlango, kodwa ize ningahambi niye kude;ndithandazeleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uFaro, Ndiya kunikhulula, niye kubingelela kuYehova uThixo wenu entlango; kodwa musani ukuya kude; thandazele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani waqhuba wathi: “Ndiyanikhulula nihambe niye kubingelela kuNdikhoyo uThixo wenu entlango, kodwa ke ze ningayi kude kakhulu. Ndithandazele ke!”