Exodus 8:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova wenza ngelizwi lika‐Mosesi; wemkisa izibau ku‐Faro, na sezicakeni zake, nasebantwini bake; akwasala nasinye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza uYehova ngokwelizwi likaMoses, wazisusa izibawu kuFaro, nakubakhonzi bakhe, nakubantu bakhe; akwasala nasinye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza uYehova ngokwelizwi likaMoses; wabasusa abaneqhenqa kuFaro, nakubakhonzi bakhe, nakubantu bakhe; akusekho namnye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wazisusa iimpukane ezo kukumkani, kumaphakathi, nasebantwini bakhe, akwasala nale inye.