Exodus 8:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti u‐Faro wayenza nzima intliziyo yake nangelixesha; akandulula abantu kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UFaro wayiqaqadekisa intliziyo yakhe, nangesi sihlandlo, akabandulula abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye uFaro wayiqaqadekisa intliziyo yakhe ngelo xesha, akabandulula abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakwesi isihlandlo ukumkani waphinda waqaqadeka, wankaniza, akawakhulula amaSirayeli.