Exodus 9:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zati incibi zakohlwa kukuma ebusweni buka‐Mosesi ngenxa yamatumba; ngokuba bekuko amatumba pezu kwencibi, napezu kwama‐Jipete onke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Azaba nako izazi ukuma phambi koMoses ngenxa yamathumba;kuba amathumba abakho kwizazi nakumaYiputa onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababa nako oogqirha ukuma phambi koMoses ngenxa yezilonda; ngenxa yokuba kwakukho izibetho kumaSiriya nakuwo onke amaYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yamathumba abo abemilingo bona abazange babe nako ukumelana noMosis. Kaloku onke amaJiputa ayenamathumba.