Exodus 9:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngelixesha ndiya kutuma zonke izibulalo zam entliziyweni yako, napezu kwezicaka zako, napezu kwabantu bako; ukuze ukwazi okokuba akuko onjengam kuwo wonke umhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngesi sihlandlo ndithuma zonke izibetho zam entliziyweni yakho, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, ukuze wazi ukuba akukho unjengam ehlabathini lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngesi sihlandlo ndithuma bonke ubugwenxa bam entliziyweni yakho, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho; ukuze wazi ukuba akukho namnye unjengam ehlabathini lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwesi sihlandlo ndiya kukuhlabanisela ngezibetho, wena namaphakathi nabantu bakho, nitsho niqonde ukuba ehlabathini liphela akakho onjengam.