Exodus 9:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kaloku bendingolulayo isandla sam, ndibete wena nabantu bako ngesifo esibubisayo; uze utshatyalaliswe emhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngoku, ukuba bendithe ndasolula isandla sam, ndakubetha wena nabantu bakho ngendyikitya yokufa, ngewuthe shwaka akwabakho ehlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngoku, ndiya kusolula isandla sam, ndikubethe wena nabantu bakho ngesibetho; uya kunqunyulwa angabikho ehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba bendithanda ngesendisolule isandla sam, ndanitshayela ngesibetho, nanyamalala emhlabeni.