Exodus 9:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa okunene, ngenxa yoku ndikumisile, ngenxa yokuba ndikubonise amandla am, nokuba igama lam lishunyayelwe emhlabeni wonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke ndikumisele eli thuba lokuba ndiwabonakalalise amandla am kuwe, laziswe igama lam ehlabathini lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndikuphakamisile ngenxa yoko, ukuba ndiwabonakalalise ngawe amandla am; nokuba igama lam lithethwe ehlabathini lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ndisaniyekile, kuba ndifuna ukunibonisa ubungangamsha bam, luze luthi nodumo lwam lunwenwe ehlabathini liphela.