Exodus 9:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba xeshekweni usala ukubandulula, umana ubabamba nje,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye ukuba uthe akwavuma ukubandulula,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa uthe akwavuma ukubandulula, ubathulise,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uyala ukubakhulula,