Exodus 9:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa inqolowa nespelete zazingabetwanga zona; ngokuba zibe zingekahlumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yona ingqolowa nespelete ayibhuqwanga; kuba ibisencinane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yona ingqolowa nomdiza ayinqunyulwanga, ngenxa yokuba ibingeninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke ingqolowa nehabile zange zonakale, kuba zazisephantsi.