Exodus 9:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaba gwenxa ke intliziyo ka‐Faro, waza akandulula usapo luka‐Sirayeli, njengokuba ebetshilo uyehova ngaye u‐Mosesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaba lukhuni ke intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli, njengoko watshoyo uYehova ngoMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli; njengoko uYehova wathethayo ngoMoses.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, wankaniza wala ukuwakhulula amaSirayeli ngokomlomo kaNdikhoyo kuMosis.