Exodus 9:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wadala ixesha elitile, esiti: Ngomso uyehova uya kwenza lento kwelilizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova umise ixesha elithile, wathi, Ngomso uYehova uya kuyenza le nto kweli lizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye iNkosi yabeka ixesha, kwaye yathi: Ngomso iNkosi iya kuyenza le nto ehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto ke iya kwenzeka ngomso.’ ”