Ezekiel 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaye zihamba ezinye ngezinye ngokuti ngqo; apo abeza kuya kona umoya, zaya zona; bezingajiki ekuhambeni kwazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zahamba ke, iyileyo yaya kwicala elikhangelene nobuso bayo;apho sukuba ubusiya khona umoya, zaya khona; azajika ekuhambeni kwazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke baya ngaphambili; apho sukuba umoya ubufuna ukuya khona, zaya khona; kwaye abazange babuye ekuhambeni kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isidalwa ngasinye sasihamba ngqo, singajika-jiki, sisiya kwelo cala sikhokelelwa kulo nguMoya.