Ezekiel 1:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa bendikangela izidalwa ezipilileyo ezo, nantsi ivili inye pezu kwomhlaba ngasecaleni lezidalwa ezipilileyo, inobuso bayo bobune.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndazibona izinto eziphilileyo; nanko ke, kukho iivili emhlabeni, ecaleni kwezinto eziphilileyo, zinganye iivili kubuso ngobuso bazo obune.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndakhangela ezintweni eziphilileyo, ndabona iivili emhlabeni, ecaleni kwezinto eziphilileyo, zinganye iivili kubuso ngobuso bazo obune.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakuzondela izidalwa eziphilayo ndabona ivili limi emhlabeni ngakwisidalwa ngasinye esinobuso obunxa-ne.