Ezekiel 1:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaye zihamba ngamacala azo omane ekuhambeni kwazo; bezingajiki zakuhamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekuhambeni kwazo zaphambela kumacala azo omane; azajika ekuhambeni kwazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuhambeni kwakhe wahamba kumacala awo omane, yaye akazange ajike ekuhambeni kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa zihamba zazisiya nakwiliphi na icala kumacala omane ezazijonge kuwo izidalwa, amavili engajika-jiki naxa zihambayo izidalwa.