Ezekiel 1:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nasekuhambeni kwezidalwa ezipilileyo, zahamba ivili ezo ngasecaleni lazo; naxeshekweni izidalwa ezipilileyo bezifunqulwa emhlabeni, ivili zafunqulwa nazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zakuhamba izinto eziphilileyo, zahamba nazo iivili ecaleni lazo; zakusuka izinto eziphilileyo emhlabeni, zasuka nazo iivili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zakuhamba izinto eziphilileyo, zahamba nazo iivili kunye nazo; zakusuka izinto eziphilileyo emhlabeni, zasuka nazo iivili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bezisithi zakuhamba izidalwa eziphilayo, nawo amavili emi ngakuzo ahambe; zithi zakuphakama emhlabeni izidalwa, nawo amavili aphakame emhlabeni.