Ezekiel 1:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuvela ilizwi kwa pezulu kwesibakabaka, esibe sipezu kwentloko zazo, nxa zemayo zahlisa pantsi amapiko azo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabakho ke izwi liphuma ngaphaya kwesibhakabhaka, esibe siphezu kweentloko zazo; zakuma, zawayeka ehla amaphiko azo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthe ke kwakuvakala izwi liphuma entlokweni yazo, zesuka zawathoba amaphiko azo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zathi zimi njalo ziwasongile amaphiko, kwavakala ilizwi, liphuma esibhakabhakeni ngasentla kweentloko zazo.